Foreign Song Lyrics

Anatii – Thixo Onofefe Lyrics

Anatii – Thixo Onofefe Lyrics

Anatii – Thixo Onofefe Lyrics

Thixo Onofefe Lyrics by Anatii

Ey Thixo Onofefe
Zikona izinto bendizenza
Khona isiko ebe kumele ndilenze
Umthandazo uzo sebenza

Abantu base lalin
Bafuna ndisele iyeza(yho!)
Umthandazo uzo sebenza
Abantu base lalin
Bafuna ndigide, ndixhentse
Umthandazo uzo sebenza
Hayi (X4) “hayi ni pambene”
Funani (X7) “whoo”

mholwen kunjani
Funa bani? ,ufuna mna?
Uzond’thini?
Hayi lona
rhaa!, unez’manga
Hayi wena Su bora
Ubolile man like umbona
getting demons with the vapours
they just Cought up in the matrix
k’teni namaqhinga
I get the blessings from my queen
Iti camagwing

Ey Thixo Onofefe
Zikona izinto bendizenza
Khona isiko ebe kumele ndilenze
Umthandazo uzo sebenza

Abantu base lalin
Bafuna ndisele iyeza(yho!)
Umthandazo uzo sebenza
Abantu base lalin
Bafuna ndigide, ndixhentse
Umthandazo uzo sebenza
Hayi (X4) “hayi ni pambene”
Funani (X7) “whoo”

Comment here